Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 INcwadi yoMfundi: UBC uncontracted (Sixth Impression 2013)
By: and and and and
Sign Up Now!
Already a Member? Log In
You must be logged into Bookshare to access this title.
Learn about membership options,
or view our freely available titles.
- Synopsis
- Dustcover Zingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.
- Copyright:
- 2018
Book Details
- Book Quality:
- Excellent
- Book Size:
- 779 Pages
- ISBN-13:
- 9780199043170
- Publisher:
- Oxford University Press Southern Africa (Pty) Ltd
- Date of Addition:
- 08/11/21
- Copyrighted By:
- Department of Education
- Adult content:
- No
- Language:
- Xhosa
- Has Image Descriptions:
- No
- Categories:
- Nonfiction, Education
- Submitted By:
- Michelle Louw
- Proofread By:
- Michelle Louw
- Usage Restrictions:
- This is a copyrighted book.
Reviews
Other Books
- by S. Dlephu
- by N. Dywili
- by M. Mdangayi
- by S. Naile
- by F. Sotashe
- in Nonfiction
- in Education