- Table View
- List View
Ikumkani yamatye kunye Iphupha likaDelia
by Gillian Leggat and Elizabeth EagarIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 4
uZolani wenza umahluko kunye Abantu abanenkathelo
by Gillian Leggat and Elizabeth EagarIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Ukwanga okukhulu kakhulu kunye Iyeza elingaphantsi kwesibonakhulu
by Gillian Leggat and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
UTingi kunye neenkomo (Faka imibala)
by Ingrid Schechter Adapted by — Lunathi NtunziisiXhosa — First sentences
uPatricia uMlimi namanye amabali
by Jenny Seed and Elizabeth EagaIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Ingoma kantombi kunye Ukubo bendingumkhenkethi
by Jenny Seed and Elizabeth EagarIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga4
Ukusindisa ihotele iSun namanye amabali
by Jenny Seed and Elizabeth EagarIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Iintaka zikhetha ikumkani namanye amabili
by Jenny Seed and Elizabeth EagerIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Igolide yentombazana kunye no yintoni enye esiyimbayo
by Jenny Seed and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 5
UMoses nenkawu kunye no-Ubuhlobo obungaqhelekanga
by Jenny Seed and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
Isixeko saseCanvas namanye amabali
by Jenny Seed and Ruth PresslerIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
UOrville noWilbur kunye no-Unogqaza ngoyena ubhabhela phezulu
by Jim Draper and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
Intombazana eyayinenkani
by Joseph Sanchez Nadimo — Adapted by African StorybookisiXhosa — First sentences
Kutheni iindlovu zinemiboko emide
by Judith Baker and Lorato Trok — Translated by Xolisa GuzulaisiXhosa — First paragraphs
Indlela imbovane eyalihlangula ngayo ihobe
by Kholeka Mabeta and Judith Baker — Translated by Siyamthanda JizaisiXhosa — First sentences
Ibali elihlekisayo
by Khothatso Ranoosi — Translated by Sonwabile MayekisoisiXhosa — First sentences
Indlal’ namanyala
by M LamatiIndlal' Inamanyala ngumdlalo omalunga nabafazi ababini ababe ngamahlwempu. Babethwala imithwalo yabanye abantu kwisikhululo seeteksi ukuze bakwazi ukusa into phantsi kwempumlo kwaye bafundise aba abantwana babo. Aba bantwana bathi sele begqibile ukufunda, kwanzima ukufumana imisebenzi. Bazibona bephantsi koxinzelelo lokunyoba isikhulu esasiqesha. Le ncwadi ikhethwe liSebe lezeMfundo esisiSeko ukuba ifundwe kwiBanga le-12 kwaye izalisekise zonke iimfuneko zePolisi yeKharityhulamu noHlolo (CAPS) zoLwimi lwaseKhaya eziphathelele kwiimviwo zesiXhosa zeBanga Ie-12.
UTitshalakazi uNwabisa
by Lawrence A. Konjuro TRANSLATED BY Kholeka MabetaIsixhosa – First sentences
Ndiyathanda ukufunda
by Letta Machoga – TRANSLATED BY Nokuthula Bernelee DyonaseIsixhosa – First words