Browse Results

Showing 51 through 75 of 115 results

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 12 Incwadi yomfundi: UBC Uncontracted

by M. Mdliva N. Solomon

Iincwadi zika – IsiXhosa Ngumdiliya luluhlu lweencwadi zolwimi lwesiXhosa esele kukudala zikho ezikolweni, kodwa ngoku zivela sele zibhalwe ngokutsha ngokomgaqo we-CAPS wokufundisa eziklasini, nopasiswe kutsha nje liSebe lezeMfundo yeli lizwe. Ezi ncwadi zisuka kumabanga asezantsi e-Foundation Phase, awe-Intermediate Phase, nawe-Senior Phase. Kuzo zonke ezi klasi zinyuka ezi ncwadi sele ziqulunqwe ngokwalo mgaqo mtsha. Ezi ncwadi ziqulunqwe zanencwadi yabafundi enemisetyenzana kwakunye nencwadi katitshala. Okuqulathwe ngaphakathi kwezi ncwadi kucwangciswe kakuhle ngohlobo oluhlangabezana nomfundi kwinkqubo yokufunda eklasini eqhuba ngokwamanqanaba. Zonke izifundo ziqulunqwe phantsi kwezi zakhono zilandelayo, Ukuphulaphula nokuthetha, Ukufunda nokubukela, Ukubhala nokunikezela, ngelixa imiba yegrama nolwimi ithe ngcembe ukuxovulwa ngelixa ziqhubeka ezi zakhono. Khumbula kaloku ukuba imiba yegrama nolwimi asisiso isifundo esima sithi geqe sodwa, koko siqhubeka sivela ngelixa ziqhubeka izifundo kwiklasi yakho. Ezi ncwadi zilungiselele abo bakwizinga eliphantsi kwizifundo zabo zokuqaphela imiba yolwimi, kanti nabo bakwihlelo eliphakathi ngokwezinga lokuqonda, nabaqonda nangakumbi kwizifundo zabo zolwimi ezilungele eli banga. Lilonke, ezi ncwadi zilungiselelwe ukuze zifikeleleke kuzo zonke iindidi zabafundi. Kungoko zicwangciswe ngohlobo lokuba yonke into icace gca ukuze kube lula kutitshala ukuyisebenzisa kwiklasi yakhe. Inkcazelo yemiba efuna ingcaciso engaphezulu iyafumaneka ilungisiwe yabekwa ngobunono phaya kwincwadi katitshala. Ezi ncwadi ziqulunqwe zalungiswa ngohlobo lokuba ziquke bonke abafundi abakwibanga le-12, zingabi namkhethe. Imisetyenzana ichazwe ngokulula, maxa wambi ikhatshwa yimizekelo, ukuze kube lula ukuyenza. Kukwakho novavanyo olwenziwa ekupheleni komxholo ngamnye ukuqinisekisa ukuba abafundi bakuqondile oko bebefunda ngako, nokuqinisekisa ukuba ikho inkqubela-phambili kwizifundo. Zonke iimpendulo zovavanyo ziyafumaneka kwincwadi katitshala ukuze imxhase kangangoko ngethuba eqhuba izifundo kwiklasi yakhe. Yonwabele ke mfundi nawe titshala, ukuze niphuhliseke nangakumbi kubuchule bokulandela ulwimi lwenu, isiXhosa.

Abahlobo

by Zimbili Dlamini and Hlengiwe Zondi TRANSLATED BY Nolitha Bikitsha

Isixhosa – First words

Abantwana bekhandlela

by Southern Africa Folktale — Translated by Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa

isiXhosa — First sentences

Banako ukwenza izinto

by Agnes Mabururu — Translated by Xolisa Guzula

isiXhosa — First sentences

Imini kaHamisi yamathamsanqa

by Adelheid Marie Bwire — Translated by Xolisa Guzula

isiXhosa — First sentences

Indlela imbovane eyalihlangula ngayo ihobe

by Kholeka Mabeta and Judith Baker — Translated by Siyamthanda Jiza

isiXhosa — First sentences

Indoda ende kakhulu

by Cornelius gulere Translated by Nokuthula Bernlee Dyonase

isiXhosa — First words

Inkawu itya umsila wayo (Faka imibala)

by Mozambican folktale — Adapted by Nokuthula Bernelee Dyonase

isiXhosa First sentences

Isidudu

by Zimbili Dlamini and Hlengiwe Zondi —Translated by Nokuthula Bernelee Dyonase

IsiXhosa First Words

Isohlwayo

by Adelheid Marie Bwire TRANSLATED BY Bukeka Mahlangabeza and Neliswa Pretty Magangxa

Isixhosa – First sentences

Kutheni iindlovu zinemiboko emide

by Judith Baker and Lorato Trok — Translated by Xolisa Guzula

isiXhosa — First paragraphs

Kutheni isele lilibi?

by Mozambican folktale TRANSLATED BY Nokuthula Bernelee Dyonase

Isixhosa – First sentences

Liphi iphini lam lokubetha ibhola?

by Meera Tendolkar and Madhav Chavan — Translated by Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa

isiXhosa — First sentences

Mamela umzimba wam

by Noni — Translated by Nokuthula Bernelee Dyonase

isiXhosa — First sentences

Ndixelele... ngoku! Imibala

by Madhav Chavan — translated by Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa

IsiXhosa — First Words

Ndixelele...ngoku! Wonwabile kwaye uqumbile

by Madhav Chavan TRANSLATED BY Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa

Isixhosa – First words

Ndiyathanda ukufunda

by Letta Machoga – TRANSLATED BY Nokuthula Bernelee Dyonase

Isixhosa – First words

Ukudanisa

by Mary Nabire and Tessa Welch — Translated by Neliswa Majola and Education without Borders

isiXhosa — First sentences

Umdlalo wokuphekana (Faka imibala)

by Mozambican Folktale — Lunathi Ntunzi

isiXhosa — First sentences

Umvundla uya ethekweni

by Mozambican Floktale — Lunathi Ntunzi

isiXhosa — First sentences

UNcede inkosi yeentaka

by South African Folktale TRANSLATED BY Xolisa Guzula

Isixhosa – Longer Paragraphs

UNdlovu namasele

by Mozambican Folktale — Nokuthula Bernelee Dyonase

isiXhosa — First sentences

UPendo inkomo yethu

by Ruth Odondi — Translated Xolisa Guzula

isiXhosa — First words

UTingi kunye neenkomo (Faka imibala)

by Ingrid Schechter Adapted by — Lunathi Ntunzi

isiXhosa — First sentences

Refine Search

Showing 51 through 75 of 115 results