Browse Results

Showing 51 through 75 of 115 results

Nyana Wam! Nyana Wam! Inoveli Namanqakwana: UBC uncontracted

by W. K. Tamsanqa

Xhosa Novel

Nyana Wam! Nyana Wam! Inoveli Namanqakwana: UBC contracted

by W. K. Tamsanqa

Xhosa Novel

UNolali

by Thulani Simayile

Ibali elimnandi malunga unolali oleqa iphupho lakhe lokuba ngugqirha. UVelile, oxhatshazwe esikolweni ngenxa yokuba emdala kakhulu kunabanye abantwana kwibanga lakhe, uyasicaphukela isikolo. Endaweni yokuya esikolweni, uya ehlathini ayokuzingela iintaka nezinye izilwanyana. Emva kokusweleka kukanina, umakazi wakhe uyamthatha, kodwa uEmihle, umzala wakhe, uhlala engamamkeli. Ngelishwa izigqibo ezimbi kunye nabahlobo abambandakanya kwimigodi engekho mthethweni kunye nokungcakaza kumenza alahle indlela yakhe. Ngaba angabuyisa ubomi bakhe kwakhona?

UMKHOSI WEMITHIKA: UEB Uncontracted

by Andile Mbete

UMKHOSI WEMITHIKA: UEB Contracted

by Andile Mbete

Amaqhawe akwaXhosa (Uvulindlela Ser.)

by ND Atkinson, SA Dazela

Amaqhawe akwaXhosa yingqokelela yamabali amafutshane amnandi angamagorha namagorhakazi akwaXhosa, njengoko ayebaliswa ngabadala ngokuhlwa emlilweni, kodwa ngoku abaliswa encwadini. Amabali abaliswa kule ncwadi anika umdla kwaye abaluleke kakhulu kwimbali yomXhosa. Umntwana ngamnye womXhosa ufanelwe kukunikwa ithuba lokuxhamla kubu butyebi bukule ncwadi.

Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 INcwadi yoMfundi: UBC uncontracted

by S. Dlephu N. Dywili M. Mdangayi S. Naile F. Sotashe

Dustcover Zingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.

Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 Incwadi yoMfundi: UBC contracted

by S. Dlephu N. Dywili M. Mdangayi S. Naile F. Sotashe

Zingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.

Amabali eSiyakhula

by Gcina Mhlophe and Sindiwe Magona

Le ngqokelela yamabali ixhokoza umxhelo kwaye aza kutsala umdla wabantwana ukuba bawufunde njengoko ebhalelwe bona..La mabali asenokuba yinyani okanye ubuxoki kwaye aza kunceda ekukhuliseni umdla wokufunda.

UNcede inkosi yeentaka

by South African Folktale TRANSLATED BY Xolisa Guzula

Isixhosa – Longer Paragraphs

UNomsa ohlakaniphileyo

by Zandile Malaza TRANSLATED BY Pretty Neliswa Magangxa

Isixhosa – First Paragraphs

Ubugqi bukaSimangaliso

by Sponono Mahlangu – TRANSLATED BY Pretty Neliswa Magangxa

Isixhosa – First Paragraphs

UKumkanikazi onobulumko

by Tshedza Tlhako – TRANSLATED BY Pretty Neliswa Magangxa

Isixhosa – First Paragraphs

Asikwazi kudlala kunye

by African Storybook – TRANSLATED BY Sheila Mandlate

Isixhosa – First Paragraphs

UDada noHobe

by Nwabisa Dumela TRANSLATED BY Nwabisa Dumela

Isixhosa – First Paragraphs

UPhumelele okhaliphileyo

by Zandile Malaza TRANSLATED BY Pretty Neliswa Magangxa

Isixhosa – First Paragraphs

Inkawu itya umsila wayo (Faka imibala)

by Mozambican folktale — Adapted by Nokuthula Bernelee Dyonase

isiXhosa First sentences

Kutheni isele lilibi?

by Mozambican folktale TRANSLATED BY Nokuthula Bernelee Dyonase

Isixhosa – First sentences

Ibhayisekile kaNamukuru

by Munanga ASB teachers Translated by Kholeka Mabeta

isiXhosa — First sentences

UZama ubalasele

by Michael Oguttu TRANSLATED BY Bukeka Mahlangabeza and Neliswa Pretty Magangxa

Isixhosa – First sentences

UZama uyincutshe

by Michael Oguttu TRANSLATED BY Nokuthula Bernelee Dyonase

Isixhosa – First sentences

Ukudanisa

by Mary Nabire and Tessa Welch — Translated by Neliswa Majola and Education without Borders

isiXhosa — First sentences

UTingi kunye neenkomo (Faka imibala)

by Ingrid Schechter Adapted by — Lunathi Ntunzi

isiXhosa — First sentences

Refine Search

Showing 51 through 75 of 115 results