- Table View
- List View
Isixeko saseCanvas namanye amabali
by Jenny Seed and Ruth PresslerIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
Igolide yentombazana kunye no yintoni enye esiyimbayo
by Jenny Seed and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 5
UMoses nenkawu kunye no-Ubuhlobo obungaqhelekanga
by Jenny Seed and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
Iintaka zikhetha ikumkani namanye amabili
by Jenny Seed and Elizabeth EagerIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Ingoma kantombi kunye Ukubo bendingumkhenkethi
by Jenny Seed and Elizabeth EagarIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga4
Ukusindisa ihotele iSun namanye amabali
by Jenny Seed and Elizabeth EagarIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
uPatricia uMlimi namanye amabali
by Jenny Seed and Elizabeth EagaIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
UTingi kunye neenkomo (Faka imibala)
by Ingrid Schechter Adapted by — Lunathi NtunziisiXhosa — First sentences
Ukwanga okukhulu kakhulu kunye Iyeza elingaphantsi kwesibonakhulu
by Gillian Leggat and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
Ikumkani yamatye kunye Iphupha likaDelia
by Gillian Leggat and Elizabeth EagarIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 4
uZolani wenza umahluko kunye Abantu abanenkathelo
by Gillian Leggat and Elizabeth EagarIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Amabali eSiyakhula
by Gcina Mhlophe and Sindiwe MagonaLe ngqokelela yamabali ixhokoza umxhelo kwaye aza kutsala umdla wabantwana ukuba bawufunde njengoko ebhalelwe bona..La mabali asenokuba yinyani okanye ubuxoki kwaye aza kunceda ekukhuliseni umdla wokufunda.
Ingaba ukhona omnye ofana nam
by Fred Strydom — Translated by Zolile Tricarter kalasheisiXhosa — First sentences
Iindidi ezintlanu zobugcisa obutshintshe ihlabathi namanye amabali
by Fiona Wade and Ruth PresslerIsiXhosa uLwimi Lwasekhya Ibanga 5
Iinkuni zomlilo kunye no Londoloza Umthi
by Elaine Macdonald and Linda MichellIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 5
Usimon uya kwibhaleyi kunye no- wonke umntu wahlukile
by Elaine Macdonald and Elizabeth EagerIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 5
Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 Incwadi yoMfundi: UBC contracted
by S. Dlephu N. Dywili M. Mdangayi S. Naile F. SotasheZingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.
Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 INcwadi yoMfundi: UBC uncontracted
by S. Dlephu N. Dywili M. Mdangayi S. Naile F. SotasheDustcover Zingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.
ihlebo likakeo namanye amabili
by Derek Bartle and Ruth PresslerIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 5
Amaphulo enkomo yodumo
by Danielle Bruckert – TRANSLATED BY Ntombizodwa Gxowa-DlayedwaIsixhosa – First words