- Table View
- List View
Iintsuku ezintathu etyholweni kunye no-Izakhono zokuphila ubomi benene
by Margot Long and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
Ikumkani yamatye kunye Iphupha likaDelia
by Gillian Leggat and Elizabeth EagarIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Imini kaHamisi yamathamsanqa
by Adelheid Marie Bwire — Translated by Xolisa GuzulaisiXhosa — First sentences
Indlal’ namanyala
by M LamatiIndlal' Inamanyala ngumdlalo omalunga nabafazi ababini ababe ngamahlwempu. Babethwala imithwalo yabanye abantu kwisikhululo seeteksi ukuze bakwazi ukusa into phantsi kwempumlo kwaye bafundise aba abantwana babo. Aba bantwana bathi sele begqibile ukufunda, kwanzima ukufumana imisebenzi. Bazibona bephantsi koxinzelelo lokunyoba isikhulu esasiqesha. Le ncwadi ikhethwe liSebe lezeMfundo esisiSeko ukuba ifundwe kwiBanga le-12 kwaye izalisekise zonke iimfuneko zePolisi yeKharityhulamu noHlolo (CAPS) zoLwimi lwaseKhaya eziphathelele kwiimviwo zesiXhosa zeBanga Ie-12.
Indlela imbovane eyalihlangula ngayo ihobe
by Kholeka Mabeta and Judith Baker — Translated by Siyamthanda JizaisiXhosa — First sentences
Indoda ende kakhulu
by Cornelius gulere Translated by Nokuthula Bernlee DyonaseisiXhosa — First words
Ingaba ukhona omnye ofana nam
by Fred Strydom — Translated by Zolile Tricarter kalasheisiXhosa — First sentences
Ingoma kantombi kunye Ukubo bendingumkhenkethi
by Jenny Seed and Elizabeth EagarIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga4
Ingozi embi
by Zanele Buthelezi Thembani Dladla and Clare Verbeek — Translated by Anezwa MadondileisiXhosa — First words
Ingwenya ilindele iingqondo
by Northern Cape Teacher's Workshop 2016 — Tawanda MhanduisiXhosa — First sentences
Inkawu itya umsila wayo (Faka imibala)
by Mozambican folktale — Adapted by Nokuthula Bernelee DyonaseisiXhosa First sentences
intombazana engenafowuni kunye
by Margot Long and Elizabeth EagerIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 5
Intombazana eyayinenkani
by Joseph Sanchez Nadimo — Adapted by African StorybookisiXhosa — First sentences
IQela eligqwesileyo kunye Indlela inja kunye noMntu bathi babangabahlobo ngayo.
by Rosemary Golding and Elizabeth EagarIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Isibini esigqibeleyo namanye amabali
by Rosemary Golding and Elizabeth EagarIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Isidudu
by Zimbili Dlamini and Hlengiwe Zondi —Translated by Nokuthula Bernelee DyonaseIsiXhosa First Words
Isixeko saseCanvas namanye amabali
by Jenny Seed and Ruth PresslerIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 12 Incwadi yomfundi: UBC Contracted
by M. Mdliva N. SolomonIincwadi zika – IsiXhosa Ngumdiliya luluhlu lweencwadi zolwimi lwesiXhosa esele kukudala zikho ezikolweni, kodwa ngoku zivela sele zibhalwe ngokutsha ngokomgaqo we-CAPS wokufundisa eziklasini, nopasiswe kutsha nje liSebe lezeMfundo yeli lizwe. Ezi ncwadi zisuka kumabanga asezantsi e-Foundation Phase, awe-Intermediate Phase, nawe-Senior Phase. Kuzo zonke ezi klasi zinyuka ezi ncwadi sele ziqulunqwe ngokwalo mgaqo mtsha. Ezi ncwadi ziqulunqwe zanencwadi yabafundi enemisetyenzana kwakunye nencwadi katitshala. Okuqulathwe ngaphakathi kwezi ncwadi kucwangciswe kakuhle ngohlobo oluhlangabezana nomfundi kwinkqubo yokufunda eklasini eqhuba ngokwamanqanaba. Zonke izifundo ziqulunqwe phantsi kwezi zakhono zilandelayo, Ukuphulaphula nokuthetha, Ukufunda nokubukela, Ukubhala nokunikezela, ngelixa imiba yegrama nolwimi ithe ngcembe ukuxovulwa ngelixa ziqhubeka ezi zakhono. Khumbula kaloku ukuba imiba yegrama nolwimi asisiso isifundo esima sithi geqe sodwa, koko siqhubeka sivela ngelixa ziqhubeka izifundo kwiklasi yakho. Ezi ncwadi zilungiselele abo bakwizinga eliphantsi kwizifundo zabo zokuqaphela imiba yolwimi, kanti nabo bakwihlelo eliphakathi ngokwezinga lokuqonda, nabaqonda nangakumbi kwizifundo zabo zolwimi ezilungele eli banga. Lilonke, ezi ncwadi zilungiselelwe ukuze zifikeleleke kuzo zonke iindidi zabafundi. Kungoko zicwangciswe ngohlobo lokuba yonke into icace gca ukuze kube lula kutitshala ukuyisebenzisa kwiklasi yakhe. Inkcazelo yemiba efuna ingcaciso engaphezulu iyafumaneka ilungisiwe yabekwa ngobunono phaya kwincwadi katitshala. Ezi ncwadi ziqulunqwe zalungiswa ngohlobo lokuba ziquke bonke abafundi abakwibanga le-12, zingabi namkhethe. Imisetyenzana ichazwe ngokulula, maxa wambi ikhatshwa yimizekelo, ukuze kube lula ukuyenza. Kukwakho novavanyo olwenziwa ekupheleni komxholo ngamnye ukuqinisekisa ukuba abafundi bakuqondile oko bebefunda ngako, nokuqinisekisa ukuba ikho inkqubela-phambili kwizifundo. Zonke iimpendulo zovavanyo ziyafumaneka kwincwadi katitshala ukuze imxhase kangangoko ngethuba eqhuba izifundo kwiklasi yakhe. Yonwabele ke mfundi nawe titshala, ukuze niphuhliseke nangakumbi kubuchule bokulandela ulwimi lwenu, isiXhosa.
IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 12 Incwadi yomfundi: UBC Uncontracted

Isohlwayo
by Adelheid Marie Bwire TRANSLATED BY Bukeka Mahlangabeza and Neliswa Pretty MagangxaIsixhosa – First sentences